Search

Search results for

We found 1 results for you
  1. Ukuphithikeza nokugxobha ingcingane yeelwimi zaseAfrika njengeelwimi ezenziwa ubunkcubabuchopho

    Ukuphithikeza nokugxobha ingcingane yeelwimi zaseAfrika njengeelwimi ezenziwa ubunkcubabuchopho

    Item type: Journal Article • Journal: South African Journal of African Languages • Authors: Simthembile Xeketwana --- Stellenbosch University, South Africa
    Iilwimi zaseAfrika kudala zaba nobungqondi kwaye obo bungqondi kumele bugqobhozele kwiindlela ezi lwimi ezisetyenziswa ngayo, ncakasana kumaziko emfundo ephakamileyo. Ngoko ke, iilwimi zaseAfrika aziqalanga ukuba nobungqondi emva kowe1994, okanye ukufika kwamamishinari kweli lo Mzantsi Afrika, neAfrika iphela. Ngokukhokelwa yinkcazobungcali yasemva...